Izicelo Zeuser

Iinkcukacha zepolisi

TSHINTSHA ILOGU
Izizathu Zepolisi
UMeta uyaphendula kwizicelo zokususwa kweakhawunti ngokuvisisana nomthetho osebenzayo kunye nemimiselo yonikezelo lwenkonzo. Isicelo ngasinye esisifumanayo siye siqwalaselwe ngenyameko kwaye sisenokusikhaba okanye sicele inkcazelo engakumbi ecacisayo kwizicelo ezithile.
Siyaziphumeza izicelo zokuba kususwe:
  • Iiakhawunti xa kucela umnini weakhawunti
  • Iiakhawunti zomntu ongakwazi kuzenzela nto xa kucela ummeli ogunyazisiweyo onoBungqina Begunya namaxwebhu onyango aqinisekisa ukuba loo mntu akakwazi kuzenzela nto
Okubonwa yiuser
Jonga eminye imizekelo ebonisa ukuba lunjani unyazeliso lweepolisi kubantu abakuFacebook, njengokuthi: kuba njani ukuxela into ocinga ukuba ayimele ibe kuFacebook, ukuxelelwa ukuba unyhashe Imigangatho Yoluntu yethu kunye nokubona isikrini esilumkisayo kwikhontenti ethile.
Phawula: Sisoloko siphucula, ngoko into oyibona apha isengaba seyibuphelelwa lixesha xa ithelekiswa nento esiyisebenzisayo ngoku sithethayo.
OKUBONWA YIUSER
Ukuxela
OKUBONWA YIUSER
Unxibelelwano lwasemva kokuba kuxeliwe
AMAVA EUSER
Amava okukhutshwa
AMAVA EUSER
Izikrini ezilumkisayo
Unyazeliso lweepolisi
Sineepolisi ezifanayo ehlabathini lonke, ukwenzela wonke ubani okuFacebook.
Amaqela ohlolo
Iqela lethu elisehlabathini lonke elinabahloli abangaphezu kwama15000 lisebenza yonke imihla ukugcina abantu abakuFacebook bekhuselekile.
Ukuthethana nababandakanyekayo
Iingcali zangaphandle, izifundiswa, iiNGO nabaqulunqi beepolisi bayanceda ukufaka igalelo kwiMigangatho Yoluntu kaFacebook.
Fumana uncedo ngezicelo zeuser
Funda oko unokukwenza ukuba ubona into kuFacebook engqubana neMigangatho Yoluntu.
Ndwendwela iziko loncedo lethu