Izenzo Zoshishino Ezingavunyelwayo
Iinkcukacha zepolisi
TSHINTSHA ILOGU
Namhlanje
Izizathu Zepolisi
Sizimisele ukukhusela iiuser namashishini angaqhathwa kuze kuthathwe imali yawo, ipropati yawo okanye inkcazelo yobuqu. Ukuze senze oko, asiyivumeli ikhontenti nezenzo ezisebenzisa izenzo zorhwebo ezingavunyelwayo. Oku kuquka ukuofarisha umsebenzi okanye iprogramu karhulumente uxoka, ukutsala abantu usebenzisa abantu abadumileyo neebhrendi, iischeme zokutyala imali (kuquka eziqinisekisa ngembuyekezo), iischeme zokunceda abantu abanamatyala nezokulungisa ikhredithi, iischeme zokuba sisityebi bumini neziphisayo, iischeme zokuthandana, neescheme zokunceda abahlelelekileyo.
Siyabavumela abantu bazise baze bafundise abanye abantu, kwaye bagxeke izikem nezinye izenzo zokurhweba ezingavunyelwayo, ukuba nje abayichazi inkcazelo enochuku okanye bayipromowuthe.
Xa ufuna iipolisi ezinxulumene neDotyhumenti Neenkonzo Zemali Ezingavunyelwayo, jonga Imigangatho Yoluntu Yezinto Neenkonzo Ezibekelweyo Isithintelo.
Ukunyanzelisa kwethu ipolisi akugqibelelanga, kwaye sisenokungaziboni zonke izinto ezinyhasha iipolisi. Ukuze ufunde okungakumbi ngendlela yobhaqa ikhontenti ekhohlisayo noko unokukwenza ukuze zikhusela, ndwendwela Iziko Lokhuseleko Kubuqhinga lethu.
Ukunyanzelisa Ipolisi
Singathatha amanyathelo okunyanzelisa ipolisi, kuquka, kodwa kungaphelelanga kwezi, ukususa ikhontenti nezibhengezo, ukunciphisa ukusasazwa, ukubeka izithintelo kwiiakhawunti zokubhengeza, ukubeka umda kwiifitsha, ukufuna ukuqinisekiswa, okanye ukuyekisa ukusebenza kweeakhawunti. Ezi zenzo zingabangelwa kukubhaqa kwethu, okanye ziphenjelelwe ziingxelo ezivela kwiientity esizithembayo kunye nakwiingxelo ezivela kwiiuser (ezichazwe ngezantsi).
Iingxelo Ezivela Kwiiuser
Iingxelo ezivela kwiiuser zisinceda sibone izenzo zorhwebo ezidala izinto ezimbi kwiiuser. Siye siqwalasele iimpawu ezifana neephateni ezihambisanayo okanye amanani angalingani eengxelo ezingentle ezivela ebanwini, kwaye sishera ezo ngxelo zibalulekileyo nababhengezi nabathengisi ukuze bakwazi ukuphucula ikhontenti yabo nokwanelisa abathengi. Xa iingxelo ezingentle ziqhubeka nangona kukhutshwe izilumkiso, sisenokuthatha amanyathelo angasentla, de sibeke isithintelo okanye siyekise ukusebenza iiakhawunti okanye iientity ezibangele loo nto. Oku kuquka ukunyanzelisa ipolisi kwizenzo ezifana nezi:
- Amaxabiso alahlekisayo okanye angenangqondo.
- Ukungadilivi: ukungadilivi iimveliso okanye iinkonzo ezithengiweyo emva kokuba zibhatelwe.
- Ukuchaza imveliso ngokungachananga: ukupromowutha iimveliso okanye iinkonzo ezahlukile kakhulu koko bekubhengezwa, kuquka umahluko omkhulu kumgangatho okanye izinto ezingachananga.
- Ukutsala imali engagunyaziswanga: ukutsala imali kwindlela yokubhatala yomthengi ngaphandle kokugunyaziswa ngaphambili okanye ukucacisa yonke into.
- Ukunyhasha iipolisi zokubuyisa izinto okanye imali: ukungazilandeli iipolisi ezichaziweyo zokubuyisa imali okanye izinto.
- Izenzo zokuqhatha zesabskripshini: ukubhalisa abathengi kwiiplani zokubhatala ngokuqhubekayo okanye iinkonzo zesabskripshini ngaphandle kokuchaza ngokucacileyo imimiselo.
- Iilinki ezibonakala zikhokelela kwisayithi yorhwebo efanelekileyo kodwa endaweni yoko zikhokelele kwisayithi yeskemu.
Asiyivumeli:
Ikhontenti esebenzisa amaqhinga ukuze ilahlekise abantu okanye amashishini ukuze kufunyaanwe inzuzo yorhwebo okanye yemali, kuquka kodwa kungaphelelanga kwezi:
Ikhontenti Yemalimboleko Engavunyelwayo
Oku kuquka:
- Iiofa zemalimboleko ezifuna ukuba iuser ibhatale imali kuqala ukuze ibolekwe imali.
- Iiofa zemalimboleko ezithembisa ukugunyaziswa ngaphandle kokuchazwa kwezinto eziqhelekileyo ezifunekayo ukuze zigunyaziswe, njengenkcazelo yemali evela kumntu obolekayo.
Ikhontenti Yokungcakaza Engavunyelwayo
Oku kuquka:
- Iofa zeenkonzo zokungcakaza ngemali yokoqobo ("Imali yokoqobo" yimali yamanyhani enokusetyenziswa ukuthenga izinto okanye iinkonzo ngendlela eqhelekileyo, kuquka iimali zamazwe ezifana neDola YaseMerika kunye neemali ezingaphathekiyo ezifana neBitcoin):
- kukho isiqinisekiso sokuwina.
- kuvezwa okanye kuvunywa ukuba kuye kwajijwa iziphumo zomdlalo.
- kucelwa abantu ukuba benze indlela yokuba kufikswe umdlalo okanye kufunwa uncedo okanye amacebiso endlela yokufiksa imetshi okanye umdlalo.
- kupromowuthwa iinkonzo zokungcakaza ngeendlela ezilahlekisayo okanye ezididayo (njengamagama angadibaniyo adibene nefoto/ividiyo yokupromowutha ukungcakaza)
- Iiofa ezikhuthaza iinkonzo ezivela kumashishini okungcakaza aziwa ngokukhohlisa.
Imidlalo yekhasino yentlalo elinganisa ukungcakaza kube kungekho thuba lakuwina imali yokoqobo iphantsi kweMigangatho Yoluntu emalunga neMpahla Neenkonzo Ezibekelwe Isithintelo.
Ikhontenti Yokutyala Imali Engavunyelwayo
Oku kuquka:
- Ukuofarishwa kwamathuba okutyala imali apho imbuyekezo yotyalomali iqinisekiswa okanye ingenamngcipheko.
- Ukuofarishwa kwamathuba okutyala imali apho imbuyekezo yotyalomali okanye intlawulo isekelwe ngokuyinxalenye okanye ngokupheleleyo ekubeni ugaye abanye ukuba bathathe inxaxheba kweso scheme.
- Ukuofarishwa kwamathuba okutyala imali akleyima okanye abhekisela kwimpumelelo okanye kwimbuyekezo yexesha elidluleyo ukuze kuyilwe ulindelo lweziphumo ezifanayo kwixesha elizayo.
- Ukuofarishwa kwamathuba okutyala imali akleyima ukuba umntu uza kufumana imbuyekezo ekhawulezileyo (njengokuthi ngaphantsi kweeyure ezingama24).
- Ukuofarishwa kokujika isixa semali esithile sibe yimali eninzi ngokuflipa okanye ngeqhinga okanye ngendlela ebandakanya ukukhankanywa kwamazwi athi "cash flip," "money flip," okanye amagama ayeleleyo.
Ikhontenti Yokuxhasa Abahlelelekileyo Engavunyelwayo
Oku kuquka:
- Izicelo zobuqhophololo zemali okanye zeminikelo yokunceda abahlelelekileyo.
Ikhontenti Yezothando Engavunyelwayo
Oku kuquka:
- Imizamo enobuqhophololo yokuthandana nabantu ngeintanethi ngokufuna ubuhlobo okanye ukuthandana okungadibenanga nokwabelana ngesondo nokuofarisha okanye ukucela imali okanye into elingana nayo ngenxa yaloo nto.
Ikhontenti Yokutsala Abantu Ngebhrendi Okanye Ngomntu Odumileyo Engavunyelwayo
Oku kuquka:
- Izikemu zokutsala abantu ngebhrendi, ezibandakanya ukuxoka ukleyime ukuba umela, okanye uthetha egameni leshishini okanye le-entity, kunye namaqhinga okutsala abantu ukuba bazibandakanye nekhontenti ngelizama ukuskema okanye ukuqhatha.
- Izikemu zokutsala abantu ngabantu abadumileyo, ezibandakanya ukuxoka usebenzise igama, intsobi, okanye umfanekiso womntu owaziwayo, kunye namaqhinga okutsala abantu ukuba bazibandakanye nekhontenti ngelizama ukuskema okanye ukuqhatha.
Ikhontenti Ethembisa Ngokuba Sisityebi Bumini Engavunyelwayo
Oku kuquka:
- Ukuofarishwa kwamathuba okufumana imbuyekezo yemali engaqhelekanga kungekho nto icacileyo uyenzayo okanye wenze umzamo omncinane.
Ikhontenti Ebambekayo, Eyomoya Okanye EyeIlluminati
Oku kuquka:
- Ukuofarishwa komvuzo obambekayo, njengemali, impahla, okanye iinkonzo ezinexabiso lemali kuquka imali yokoqobo, eyedijithali okanye evirtual, kunye nempahla neenkonzo zokoqobo okanye zedijithali xa umntu esiba lilungu okanye ejoyina umbutho, ihlelo, iqela lonqulo (ngokomzekelo, ubuzalwana beIlluminati).
- Ukuofarishwa komvuzo obambekayo xa usenza umlingo okanye uthakatha okanye usebenzisa izinto zomlingo (ngokomzekelo, ukuthakatha, izinto zokwenza ithamsanqa, izinto ezibotshwa engalweni, iithokeni, amayeza, iwalethi yobugqi, njl).
Ikhontenti Yeinshorensi Engavunyelwayo
Oku kuquka:
- Ukuofarishwa kweinshorensi yobuxoki, ehliswe kakhulu ixabiso ehamba nesicelo sokuba kubhatalwe imali kuqala, efana nemali yeadmin okanye idiphozithi.
- Ukuofarishwa kweinshorensi yobuxoki, ehliswe kakhulu ixabiso ehamba nezithembiso zokonga imali eninzi kwi-inshorensi xa kuthelekiswa neenkampani zeinshorensi eziqhelekileyo.
Ikhontenti Yengqesho Engavunyelwayo
Oku kuquka:
- Ukuofarishwa kwemisebenzi engenankcazelo ngomqeshi nekungachazwayo iinkcukacha zomsebenzi, kuchazwe nje izithuba zomsebenzi.
- Ukuofarishwa kokuba usebenzele ekhaya kodwa sibe isikhundla somsebenzi sicaca ukuba asinakwenziwa usekhaya.
- Ukuofarishwa kwemisebenzi kunye nokubhatalwa umvuzo kwangaphambili.
- Ukuofarishwa kwemisebenzi eqinisekisiweyo.
- Ukuofarishwa kwemisebenzi efuna ubhatale imali ngaphambi kokuba uqeshwe.
Ikhontenti Yokukhupha Abantu Ematyaleni Neyokulungisa Ikhredithi Engavunyelwayo
Oku kuquka:
- Ukuthembisa ukusula okanye ukunciphisa ityala ngemali ethile ngexesha elithile.
- Ukuthembisa ukuyekisa konke ukuqokelelwa kwamatyala okanye ukumangalelwa.
- Ukuthembisa ukususa inkcazelo yekhredithi kwiingxelo zekhredithi okanye ukuyila "i-identity entsha yekhredithi."
Ikhontenti Yokuphisa Engavunyelwayo
Oku kuquka:
- Iiofa zobuxoki ezithembisa umvuzo wemali yokoqobo okanye wezinto ezithengwayo (ezifana neze-eletroniki, iimoto, okanye ijuwelari) umntu kungakhange kufuneke enze nto ngaphandle kokushera inkcazelo yobuqu okanye eyemali.
- Iiofa zobuxoki zemali yegranti okanye yeeprogramu zikarhulumente.
Ikhontenti Efuna Kubhatalwe Imali Kuqala Engavunyelwayo
Oku kuquka:
- Ukuxoka kuthenjiswe abantu imali ukuba baqala babhatale/batransfere imali.
Nangona zinjalo ezi zinto zingasentla, asiyithinteli ikhontenti egxeka, eyazisa abantu, okanye efundisa abantu ngezikemu okanye ngezinye izenzo zorhwebo ezingavunyelwayo, ukuba azichazi inkcazelo enochuku okanye ziyipromowuthe.
Ukongezelela ekususeni iiakhawunti ezinyhasha ipolisi yethu yeMikhwa Ethintelweyo Yorhwebo, iinkqubo zethu zekhompyutha ziqwalasela uthotho lweesignali zezenzo ukuze zibhaqe zize zibeke umda kukuqhagamshelana nokuchanabeka okungafunwayo kwinto ekusenokwenzeka ibe sisenzo sobuqhinga.
- Sisengayekisa iakhawunti ukusebenza okanye sibeke izithintelo ekufikeleleni kwiimveliso neefitsha (umz. ukukwazi ukuthumelela iiakhawunti ezithile imiyalezo) ngokusekelwe kwindlela oqhubana ngayo nekhontenti enyhashayo, njengokuthumela imiyalezo kubantu ongabalandeliyo, ukuzenza umntu ongenguye ngabom, okanye ukuba ngumlawuli woluntu (umz. Amakhasi) esiye sayisusa ngenxa yokuba inyhasha iipolisi zethu ezimalunga nobuqhinga.
Kule Migangatho Yoluntu ilandelayo, sidinga inkcazelo eyongezelelekileyo kunye/okanye ingcombolo yepolisi emele inyanzeliswe:
Singayisusa ikhontenti ethi:
- Ibandakanye ubuqhophololo okanye izikemu exelwe yientity ethenjiweyo.
- Igaye abantu ukuba bathathe inxaxheba kumaqela amangalayo esebenzisa iindlela eziqhathayo, ezinjengokuzenza ientity karhulumente okanye ijelo leendaba, okanye ukusebenzisa amabango abaxiweyo okanye abaxekileyo.
- Ibandakanye iientity ezithatha inxaxheba okanye ezikleyima ukuba zithatha inxaxheba kubuqhophololo okanye kwizikemu ezicetyiweyo, kuquka ukusebenzisa iiakhawunti eziliqela ngokusebenzisana kwiinkonzo zethu ukuze ziphumeze izenzo zobuqhophololo.
Siyayivumela ikhontenti egutyungelwa yile polisi xa ipowustwe kwimeko yokuyigxeka, yokufundisa ngayo, yokwazisa abantu ngayo okanye xa iziindaba.
29 Oktobha 2026
Policy Rationale
We aim to protect users and businesses from being deceived out of their money, property, or personal information. To do so, we prohibit content and behavior that employ prohibited commercial practices. This includes false job or government program offers, celebrity and brand bait, investment schemes (including guaranteed returns), debt relief and credit repair schemes, get-rich-quick and giveaway schemes, romance schemes, and charity schemes.
We allow people to raise awareness of, educate others about, and condemn scams and other prohibited commercial practices, provided they do not reveal sensitive information or promote them.
For policies related to Prohibited Documents and Financial Services, see the Restricted Goods and Services Community Standards.
Our enforcement isn’t perfect, and we may not detect all policy violations. To learn more about how to spot deceptive content and what you can do to help protect yourself, visit our Scam Protection Center.
Enforcement
We may take a range of enforcement actions, including but not limited to removing content and ads, reducing distribution, restricting advertising accounts, limiting features, requiring verification, or disabling accounts. These actions may result from our own proactive detection, or be informed by reports from trusted entities and user feedback (described below).
User Feedback
User feedback helps us identify commercial practices that create poor user experiences. We consider signals such as consistent patterns or disproportionate volumes of negative feedback, and we share relevant feedback with advertisers and sellers so they can improve their content and customer satisfaction. Where negative feedback persists despite warnings, we may take the actions above, up to restricting or disabling the responsible accounts or entities. This includes taking enforcement on practices such as:
- Misleading or unreasonable pricing.
- Non-delivery: failure to deliver purchased products or services after payment has been made.
- Product misrepresentation: promoting products or services that materially differ from what was advertised, including significant discrepancies in quality or incorrect items.
- Unauthorized charges: charging a customer’s payment method without prior authorization or clear disclosure.
- Violation of return or refund policies: failure to honor stated refund or return policies.
- Deceptive subscription practices: enrolling customers in recurring payment plans or subscription services without clear disclosure of terms.
- Links that appear to lead to legitimate commercial sites but instead lead to scam sites.
We do not allow:
Content that uses deceptive tactics to mislead people or businesses for commercial or financial gain, including but not limited to:
Prohibited Loan Content
This includes:
- Loan offers requiring the user to pay an upfront fee to obtain a loan.
- Loan offers that guarantee approval without any mention of standard approval criteria, such as financial information from the borrower.
Prohibited Gambling Content
This includes:
- Offers of real money gambling services (“Real money” is real-world currency that can be used to buy goods or services in the real world, including national currencies such as U.S. Dollars and virtual currencies such as Bitcoin):
- with a guarantee of winning.
- implying or admitting to have rigged the outcome of a game or match
- soliciting people to enable match fixing or looking for help or tips on how to fix a match or game
- promoting gambling services in deceptive or obfuscated ways (such as unrelated text paired with a gambling promo image/video)
- Offers that promote services from known deceptive gambling vendors.
Social casino games that simulate gambling with no opportunity to win real money are covered by our Community Standard for Restricted Goods and Services.
Prohibited Investment Content
This includes:
- Offers of investment opportunities where returns on investment are guaranteed or risk-free.
- Offers of investment opportunities where returns on investment or compensation is partly or fully based on recruitment of others to participate in the scheme.
- Offers of investment opportunities claiming or referencing successful past performance or returns to create an expectation of similar future results.
- Offers of investment opportunities that claim quick returns (such as under 24 hours).
- Offers to turn a certain sum of money into a larger one through flipping or trick or strategy involving explicit mentions of “cash flip,” "money flip,” or similar terminology.
Prohibited Charity Content
This includes:
- Fraudulent requests for money or donations for charitable causes.
Prohibited Romance Content
This includes:
- Fraudulent attempts to establish online romantic relationships by seeking non-sexual companionship or relationship and offering or asking for money or its equivalent in exchange.
Prohibited Brand or Celebrity-Bait Content
This includes:
- Brand-bait scams, which involve falsely claiming to represent, or speak in the voice of, an established business or entity, together with misleading tactics to bait people into engaging with the content in an attempt to scam or defraud.
- Celebrity-bait scams, which involve falsely using the name, likeness, or imagery of a public figure, together with misleading tactics to bait people into engaging with the content in an attempt to scam or defraud.
Prohibited Get Rich Quick Content
This includes:
- Offers of opportunities of unrealistic financial reward for unclear or minimal effort.
Prohibited Tangible, Spiritual or Illuminati Content
This includes:
- Offers tangible rewards, such as money, goods, or services that have a monetary value including physical, digital and virtual currencies, and physical or digital goods and services for membership in or joining an association, cult, religious sect (for example, the Illuminati brotherhood).
- Offers tangible rewards for using black magic or spells or magical items (for example, spells, lucky charms, amulets, tokens, potions, magic wallet, etc.).
Prohibited Insurance Content
This includes:
- Offers of false, heavily discounted insurance with requests for an up-front fee, such as an administration fee or deposit.
- Offers of false, heavily discounted insurance with promises of significant savings on insurance compared to conventional insurance providers.
Prohibited Job Content
This includes:
- Offers of jobs containing no information about the employer and job specifications, simply referencing job vacancies.
- Offers of work from home but the job title implies the employee cannot WFH.
- Offers of jobs with advance promises of salary.
- Offers of guaranteed jobs.
- Offers of jobs with a demand for an advance fee before the job is granted.
Prohibited Debt Relief and Credit Repair Content
This includes:
- Promises to eliminate or reduce debt by a particular amount in a set period of time.
- Promises to stop all debt collections or lawsuits.
- Promises to remove credit information from credit reports or create new "credit identity."
Prohibited Giveaway Content
This includes:
- False offers of a guaranteed reward of real money or consumer goods (such as electronics, vehicles, or jewelry) without any action required by the user beyond sharing personal or financial information.
- False offers of money from government grants or programs.
Prohibited Advance Fee Content
This includes:
- Falsely promises money in exchange for an up-front fee/wire transfer/payment.
Notwithstanding the above, we do not prohibit content that condemns, raises awareness of, or educates others about scams or other prohibited commercial practices, without either revealing sensitive information or promoting them.
In addition to removing accounts that violate our Prohibited Commercial Practices policy, our automated systems consider a range of behavioral signals to help identify and limit unwanted contact and exposure to potential scam activity.
- We may disable accounts or restrict access to products and features (e.g. the ability to message certain accounts) based on a combination of behaviors such as sending unsolicited messages to people who you do not follow, deliberately misrepresenting your location, or being an admin of communities (e.g. Pages) we have removed for violating our scam policies.
For the following Community Standards, we require additional information and/or context to enforce:
We may remove content that:
- Involves frauds or scams that have been reported by a trusted entity.
- Recruits people to participate in class action lawsuits using deceptive tactics, such as impersonating a government entity or news outlet, or using sensationalist or exaggerated claims.
- Involves entities participating in or claiming to engage in organized fraud or scam behavior, including the use of multiple accounts on our services in concert to perpetrate fraudulent behaviors.
We allow content that is otherwise covered by this policy when posted in condemnation, educational, awareness raising, or news reporting contexts.