Ukusebenzisa Ipropati Yomntu Aziyilele Yona UMeta Neelayisenisi

Iinkcukacha zepolisi

TSHINTSHA ILOGU
Izizathu Zepolisi
UMeta unikele ngobuncwane obukhulu kuphuhliso, ukhuseleko, kunye nokusetyenziswa kakuhle kobuchule umntu aziyilele ngengqondo yakho. Le polisi isinceda siqinisekise ukuba ipropati aziyelele ngobuchule bengqondo yakhe uMeta ayisetyenziswa ngokungekho mthethweni, kungakhange kufunyanwe imvume ebhaliweyo kuqala, okanye ngendlela engavisisaniyo neBrand Resource Center yethu.
Musa ukupowusta ikhontenti ethi:
  • Ukusebenzisa ibhrendi:
    • Isebenzise amalungelo okukhuphela okanye iimpawu zorhwebo zikaMeta ngaphandle kwemvume ebhalwe kwangaphambili kaMeta okanye ngendlela eyalelweyo yiMeta Brand Resource Center.
    • Imele nayiphi na ibhrendi kaMeta ngendlela eyenza ibonakalise ifitsha ephawulekayo okanye ebalaseleyo yokuyilwa kwayo.
    • Itshintshe iiasethi zebhrendi kaMeta ngendlela, efana nokutshintsha idizayini okanye umbala, okanye ukusebenzisa izinto ezifakelelweyo ezikhethekileyo okanye oopopayi.
  • Ukuxhaswa Kwebhrendi:
    • Ebonisa ukuba, ngaphandle kwemvume ebhalwe kwangaphambili kaMeta, kukho ukhuthazo okanye ubuqabane balo naluphi na uhlobo lwayo nayiphi na ibhrendi kaMeta.
    • Ebonisa ukuba, ngaphandle kwemvume ebhalwe kwangaphambili kaMeta, ukhuthazo okanye inkxaso evela kwiibhrendi zikaMeta (ezifana noFacebook, uInstagram okanye uWhatsApp), itekhnoloji okanye iprogramu.
  • Ebonisa intsebenziswano yeuser yayo nayiphi kwiimveliso ngendlela yokuba:
    • Ibe yebonisa ngokungachananga imbonakalo yangoku, iifitsha, okanye ukusebenza kweemveliso.
    • Itshintsha iuser interface ngayo nayiphi na indlela, njengokuthi kongezwe izinto ezifakelelweyo, ungenelelo okanye oopopayi.
    • Isebenzise izinto ezifunekayo zeuser interface ngokwahlukileyo okanye ibekwe ngokomntu ngamnye
    • Engabonisi iuser interface kwimeko yedivayisi efana nemobhayili okanye idesktop.
  • Isebenzisa umculo okanye enye ikhontenti ngendlela evukela izivumelwano zokunikwa ilayisenisi yomculo zikaMeta.
  • Estrima ikhontenti eselungelweni likaMeta kunye/okanye enelayisenisi kaFacebook Watch kuphela ngaphandle kwemvume ebhalwe kwangaphambili.
  • Esebenzisa ipropati aziyilele yona uMeta ngaphandle kwemvume ebhalwe kwangaphambili.
  • Esebenzisa iimpawu ezinokudida abantu bacinge zezeempawu zorhwebo zikaMeta.
Siyazisusa:
  • Iiakhawunti ezibandakanyeka ekwaphuleni iipolisi ngokuphindaphindiweyo, kuquka ukuyila iiakhawunti ezintsha emva kokuba zisusiwe.
Siyayivumela ikhontenti esebenzisa ipropati aziyilele yona uMeta kunye/okanye enelayisenisi ekhutshwa nguMeta ngendlela:
Okubonwa yiuser
Jonga eminye imizekelo ebonisa ukuba lunjani unyazeliso lweepolisi kubantu abakuFacebook, njengokuthi: kuba njani ukuxela into ocinga ukuba ayimele ibe kuFacebook, ukuxelelwa ukuba unyhashe Imigangatho Yoluntu yethu kunye nokubona isikrini esilumkisayo kwikhontenti ethile.
Phawula: Sisoloko siphucula, ngoko into oyibona apha isengaba seyibuphelelwa lixesha xa ithelekiswa nento esiyisebenzisayo ngoku sithethayo.
OKUBONWA YIUSER
Ukuxela
OKUBONWA YIUSER
Unxibelelwano lwasemva kokuba kuxeliwe
AMAVA EUSER
Amava okukhutshwa
AMAVA EUSER
Izikrini ezilumkisayo
Unyazeliso lweepolisi
Sineepolisi ezifanayo ehlabathini lonke, ukwenzela wonke ubani okuFacebook.
Amaqela ohlolo
Iqela lethu elisehlabathini lonke elinabahloli abangaphezu kwama15000 lisebenza yonke imihla ukugcina abantu abakuFacebook bekhuselekile.
Ukuthethana nababandakanyekayo
Iingcali zangaphandle, izifundiswa, iiNGO nabaqulunqi beepolisi bayanceda ukufaka igalelo kwiMigangatho Yoluntu kaFacebook.
Fumana uncedo ngokusebenzisa ipropati aziyilele ngobuchule bengqondo yakhe uMeta neelayisenisi
Funda oko unokukwenza ukuba ubona into kuFacebook engqubana neMigangatho Yoluntu.
Ndwendwela iziko loncedo lethu