Indlela Yokuziphatha Engenabunyani
Iinkcukacha zepolisi
TSHINTSHA ILOGU
Namhlanje
Izizathu Zepolisi
Indlela Yokuziphatha Engenabunyani ibhekisa kwiintlobo ngeentlobo zokukhohlisa ezintsokothileyo, ezenziwa yinetwekhi yeeasethi engenabunyani elawulwa ngumntu okanye ngabantu abanye, enenjongo yokukhohlisa uMeta okanye uluntu lwethu okanye yokudoja ukunyanzeliswa kweMigangatho Yoluntu.
Xa abo benza izisongelo sobutshaba besebenzisa izazisi zobuxoki ukuze basebenzise Iindlela Zokuziphatha Ezingenabunyani ezichuliweyo, benza into esiyichaza njengeCoordinated Inauthentic Behavior (CIB).
La manyathelo onyanzeliso kunye nemigangatho isebenzisa ukungaziwa kwekhontenti okanye imbono ethile kwaye la manyathelo enzelwe ukuvula ithuba lokuba abantu babathembe abantu kunye noluntu abaqhubana nalo.
Xa sizifumanisa ezinetwekhi, siye sisuse iiakhawunti zobuxoki, amaKhasi, amaQela, okanye iiasethi zikaMeta ezibandakanyeke ngokuthe ngqo kumsebenzi owenziwayo. Kwiimeko apho abantu bekwayila, belawula, besebenzisana, bethagetha, okanye belawula amaKhasi, amaQela okanye abahlali abamela amaziko agunyazisiweyo angabandakanyekanga kwihambo yokuziphatha enyhashayo, sisenokuthatha amanyathelo okumsusa loo mntu unyhashayo kodwa sibavumele bona abantu noluntu luqhubeke kwiinkonzo zethu.
Nanini na kunokwenzeka, siye sishere oko sikufumanisileyo malunga neenethiwekhi zeCIB kwiiNgxelo Zezisongelo Zobutyshaba, ezifumaneka apha. Ezi ngxelo azenzelwanga kugubungela lonke unyanzeliso phantsi kwepolisi yeNdlela Yokuziphatha Engenabunyani, kodwa inceda ekwaziseni uluntu lwethu ngezisongelo ezihlala zitshintshatshintsha esijongana nazo kulo msebenzi.
Asivumeli:
Ukuyilwa, ukusetyenziswa, okanye ukusetyenziswa okubangwayo Kweasethi ZikaMetha Ngokungekho Mthethweni (Iiakhawunti, Amakhasi, Amaqela, njl.) ukuze:
- Ukuqhatha uMeta okanye iiuser zethu malungu nofaniso, okanye imvelaphi yabaphulaphuli okanye iziko abangabameli balo
- Ngokudoja ukunyanzeliswa phantsi kweMigangatho Yoluntu.
- Ukusebenzisa kakubi inkqubo yokuxela kaMeta ukuze uphathe kakubi, woyikiswe okanye uvale umlomo abanye.
Kule Migangatho Yoluntu ilandelayo, sidinga inkcazelo eyongezelelekileyo kunye/okanye ingcombolo ethile ukuze sikwazi ukunyanzelisa ipolisi:
Asivumeli:
- Ukuba iientity ziqhubane, okanye zibange ukuba ziqhubana ngeNdlela Yokuziphatha Engafanelekanga Echuliweyo, echazwa njengeentlobo ezinobugocigoci obukhethekileyo apho Indlela Yokuziphatha Engekho Mthethweni nalapho kuko ufaniso lobuxoki lungundoqo kwindlela yokusebenza kunye nabo bazisebenzisayo basebenzisa iindlela ezizezomthetho ukwenzela ukuphepha ukubhaqwa okanye zibonakale zisemthethweni; kwaye
- Amaziko aqhubane, okanye afake ibango lokuqhubana gokungena Kwizinto Zamanye Amazwe, okuchazwe njengeNdlela Yokuziphatha Engekho Mthethweni Echuliweyo apho abalawuli beenethiwekhi bengekho kwilizwe lifanayo nabantu abangababukeli abaziithagethi zokwenziwa komsebenzi othile.
- Oorhulumente abaye bawabhloka ngokuqhubekayo amajelo okuncokola ukuze basebenzise amasebe, iiarhente, nezindlu zozakuzo zabo zaseburhulumenteni ukuze bathintele ukusebenzisa izigalo okanye iziganeko ezinobundlobongela kwimeko yokuhlaselwa komhlaba welinye ilizwe kunyhashwa Isolotya 2(4) letshatha yeUN.
11 Disemba 2025
Izizathu Zepolisi
Xa sizifumanisa ezi nethiwekhi, siye sisuse iiakhawunti zobuxoki, amaKhasi, amaQela, okanye iiasethi zikaMeta ezibandakanyeke ngokuthe ngqo kumsebenzi owenziwayo. Kwiimeko apho abantu bekwayila, belawula, besebenzisana, bethagetha, okanye belawula amaKhasi, amaQela okanye abahlali abamela amaziko agunyazisiweyo angabandakanyekanga kwihambo yokuziphatha enyhashayo, sisengathatha amanyathelo okususa abantu abanyhashayo kodwa sivumele abantu noluntu olungabandakanyekanga kuloo nto luqhubeke neenkonzo zethu.
Nanini na kunokwenzeka, siye sishere oko sikufumanisileyo malunga nee nethiwekhi zeCIB kwiNgxelo Zesisongelo Sobutshaba, ezifumaneka apha. Ezi ngxelo azenzelwanga kugubungela lonke uhlobo lonyanzeliso phantsi kwepolisi yeNdlela Yokuziphatha Engenabunyani, kodwa inceda ekwaziseni uluntu lwethu ngezisongelo ezihlala zitshintshatshintsha esijongana nazo kulo msebenzi.
Asiyivumeli:
- Ukuyilwa, ukusetyenziswa, okanye ukusetyenziswa okubangwayo Kweasethi ZikaMetha Ngokungekho Mthethweni (Iiakhawunti, Amakhasi, Amaqela, njl.) ukuze:
- Ukuqhatha uMeta okanye iiuser zethu malunga
:nofaniso, okanye imvelaphi yababukeli okanye iziko abangabameli balo - Nento yokuba ngoobani abantu abaza kubona izinto, injongo yabo, okanye imvelaphi yabo, nombutho abawumelayo; okanye
- ithandwa kangakanani ikhontenti okanye iiasethi ezikwiinkonzo zethu; okanye
- ubunini beeasethi zikaMeta okanye inethiwekhi yolawulo.
- Ngokudoja ukunyanzeliswa phantsi kweMigangatho Yoluntu.
- Ukusebenzisa kakubi inkqubo yokuxela kaMeta ukuze uphathe kakubi, woyikiswe okanye uvale umlomo abanye.
- Ukuzifaka kwiindlela zokuqhatha ezinzulu kusetyenziwa iiAsethi zikaMeta, kuquka:
- Ukusasaza Ngokungekho Mthethweni: Usebenzisa inethiwekhi eqhagamshelweyo yeeasethi zikaMeta ezingekho mthethweni kusandiswa indlela yokusasaza ikhontenti, ukuze kulahlekiswe uMeta okanye iiuser zakhe ngokuduma kwekhontenti ekuthethwa ngayo.
- Ukuzakhela Ababukeli Ngendlela Engenabunyani: Ukusebenzisa iiasethi zikaMeta ukwandisa indlela yabantu ababona izinto zakho okanye ukulandelwa kweeasethi zenethiwekhi, ukwenzela ukulahlekisa umeta okanye iiuse zakhe ngemvelaphi, ubumnini okanye injongo yeasethi leyo okanye iiasethi.
- Indlela Yokuziphatha Engenabunyani Yamanye Amazwe: Amaziko wamanye amazwe asebenzisa iiasethi zikaMeta Ezingekho Mthethweni kuba zifuna ukusebenzisa ngobuxoki ilizwi lasekuhlaleni, ukwenzela ukulahlekisa ababukeli ngokuphathelele isazisi, injongo okanye imvelaphi yeziko abalimelayo.
- Ukuzibandakanya Okungenabunyani: Ukusebenzisa inethiwekhi eqhagamshelweyo yeeasethi ezingekho mthethweni ekuthiwa zezikaMeta kuhanjiswa intaphane yokuqhubana ngeendlela eziyilelwe ukuba zibonakale zisemthethweni, ukuze kuqhathwe uMeta neeuser zakhe ngokuduma kwekhontenti.
- Iindlela Zokuqhatha Ezifana Kakhulu Nezi: Amanye amalinge afana kakhulu nekubangwa okanye enziwa ngokwenene ngeenethiwekhi ezibonakala zinobugocigoci, eziqhagamshelweyo zeeasethi ezingekho mthethweni ekuthiwa zezikaMeta ukuze kuqhathwe uMeta okanye iiuser zakhe malunga nemvelaphi, ukuduma okanye injongo yekhontenti.
Kule Migangatho Yoluntu ilandelayo, sidinga inkcazelo eyongezelelekileyo kunye/okanye ingcombolo ethile ukuze sikwazi ukunyanzelisa ipolisi:
Asiyivumeli:
- Ukuba iientity ziqhubane, okanye zibange ukuba ziqhubana ngeNdlela Yokuziphatha Engafanelekanga Echuliweyo, echazwa njengeentlobo ezinobugocigoci obukhethekileyo apho iiakhawunti ezingekho mthethweni zingundoqo kwindlela yokusebenza kunye nabo bazisebenzisayo ufaniso lobuxoki
iiakhawunti zobuxokizingundodo kwindlela yokusebenza nabo basebenzayo:besebenzisa iindlela zobutshaba ukuze baphephe ukubhaqwa okanye babonakale besemthethweni; baze- Basebenzise iinkqubo zezomthetho ukuze zingaqondakali okanye zibonakale zisemthethweni; baze
- Kusetyenziswe amacebo ezomthetho kunye nangekho mthethweni ukuze kufikelelwe kwiqhinga elivelela zonke iinkalo; kunye
- Nokufuna ngokuyintloko ukulawula iingxoxo zikawonkewonke.
- Amaziko aqhubane, okanye afake ibango lokuqhubana Ngokungena Kwizinto Zamanye Amazwe, okuchazwe njengeNdlela Yokuziphatha Engekho Mthethweni Echuliweyo apho abalawuli beenethiwekhi bengekho kwilizwe lifanayo nabantu abangababukeli abaziithagethi zokwenziwa komsebenzi othile.
- Amaziko aqhubane, okanye afake ibango lokuqhubana Ngokungenelela Kuburhulumente, okuchazwa ngokuthi Yindlela Yokuziphatha Engekho Mthethweni Echuliweyo apho loo msebenzi kungabhekiselwa kuwo kumntu waseburhulumenteni
- Amaziko aqhubane, okanye afake ibango lokusebenza Ngezinto Zamazwe Ngamazwe, okuchazwa ngokuba yiCoordinated Inauthentic Behavior apho abalawuli beenethiwekhi bengekho kwilizwe elifanayo nababukeli ekujoliswe kubo
- Oorhulumente abaye bawabhloka ngokuqhubekayo amajelo okuncokola ukuze basebenzise amasebe, iiarhente, nezindlu zozakuzo zabo zaseburhulumenteni ukuze bathintele ukusebenzisa izigalo okanye iziganeko ezinobundlobongela kwimeko yokuhlaselwa komhlaba welinye ilizwe kunyhashwa Isolotya 2(4) letshatha yeUN.
2 Oktobha 2024
Izizathu Zepolisi
Ngokuvisisana nokuzipophelela kwethu kubunyani, asibavumeli abantu bazenze into abangeyiyo kwiinkonzo zethuzikaFacebook, basebenzise iiakhawunti zobuxoki, banyuse ukuduma kwekhontenti yabo okungekhoyo, okanye bazibandakanye kwindlela yokuziphatha eyilelwe ukuba ivumele ezinye iindlela zokunyhasha imithetho phantsi kweMigangatho Yoluntu yethu. Indlela Yokuziphatha Engenabunyani ibhekisa kwiintlobo ngeentlobo zokukhohlisa ezintsokothileyo, ezenziwa yinetwekhi yeeasethi engenabunyani elawulwa ngumntu okanye ngabantu abanye, enenjongo yokukhohlisa uMeta okanye uluntu lwethu okanye yokudoja ukunyanzeliswa kweMigangatho Yoluntu.
Xa iintshaba ezisongelayo zisebenzisa iiakhawunti zobuxoki ukuze babandakanyeke kwizenzo ezingenabunyani ukuze baphembelele iingxoxo zikawonkewonke - zibandakanyeka koko sikuchaza ngokuthi ziZenzo Ezihleliweyo Zokuqhatha - okanye imizamo ehleliweyo yokulawula ingxoxo kawonkewonke ngenjongo ethile ecetyiweyo, apho ngokuyintloko kusetyenziswa iiakhawunti zobuxoki. Ezi zenzo zinyhashayo zifumana intsabelo eqatha nelungiselelwe loo mntu, ngokuhambisana nezenzo zakhe ezivakalayo nezintsonkothileyo. Nanini na kunokwenzeka, sishera izinto esizifumanisileyo ngenetwekhi zeZenzo Ezihleliweyo Zokuqhatha kwiiNgxelo Zezisongelo Zeentshaba Zekota, ezifumaneka apha. Ezi ngxelo azenzelwanga kugubungela lonke unyanzeliso phantsi kwepolisi yeNdlela Yokuziphatha Engenabunyani, kodwa inceda ekwaziseni uluntu lwethu ngezisongelo ezihlala zitshintshatshintsha esijongana nazo kulo msebenzi.
Ngoxa Indlela Yokuziphatha Engenabunyani idla ngokunxulunyaniswa nekhontenti yamalungelo oluntu okanye eyepolitiki, kwaye sizibophelele ekuthinteleni Indlela Yokuziphatha Engenabunyani kwimeko yonyulo - ezi zenzo zonyanzeliso lwepolisi nemigangatho kungakhathaliseki ukuba ithini ikhontenti, yeyepolitiki okanye akunjalo. Le polisi yenzelwe ukukhusela ubunyani bempikiswano neengxoxo ezikwiinkonzo zethu, nokuyila indawo apho abantu bengabathemba abanye noluntu abaqhubana nalo.
Asiyivumeli:
- Ukuyilwa, ukusetyenziswa, okanye ukusetyenziswa okubangwayo Kweasethi ZikaMetha Ngokungekho Mthethweni (Iiakhawunti, Amakhasi, Amaqela, njl.) ukuze:
- Uqhathe uMeta okanye iiuser zethu malunga:
- Nento yokuba ngoobani abantu abaza kubona izinto, injongo yabo, okanye imvelaphi yabo, nombutho abawumelayo; okanye
- ithandwa kangakanani
ikhontenti okanye iiasethizikaFacebook okanye uInstagram kwiinkonzo zethu; okanye - ubunini beeasethi zikaMeta okanye inethiwekhi yolawulo.
- Ngokudoja ukunyanzeliswa phantsi kweMigangatho Yoluntu.
- Ukusebenzisa kakubi inkqubo yokuxela kaMeta ukuze uphathe kakubi, woyikiswe okanye uvale umlomo abanye.
- Ukuzifaka kwiindlela zokuqhatha ezinzulu kusetyenziwa iiAsethi zikaMeta, kuquka:
- Ukusasaza Ngokungekho Mthethweni: Usebenzisa inethiwekhi eqhagamshelweyo yeeasethi zikaMeta ezingekho mthethweni kusandiswa indlela yokusasaza ikhontenti, ukuze kulahlekiswe uMeta okanye iiuser zakhe ngokuduma kwekhontenti ekuthethwa ngayo.
- Ukuzakhela Ababukeli Ngendlela Engenabunyani: Ukusebenzisa iiasethi zikaMeta ukwandisa indlela yabantu ababona izinto zakho okanye ukulandelwa kweeasethi zenethiwekhi, ukwenzela ukulahlekisa umeta okanye iiuse zakhe ngemvelaphi, ubumnini okanye injongo yeasethi leyo okanye iiasethi.
- Indlela Yokuziphatha Engenabunyani Yamanye Amazwe: Amaziko wamanye amazwe asebenzisa iiasethi zikaMeta Ezingekho Mthethweni kuba zifuna ukusebenzisa ngobuxoki ilizwi lasekuhlaleni, ukwenzela ukulahlekisa ababukeli ngokuphathelele isazisi, injongo okanye imvelaphi yeziko abalimelayo.
- Ukuzibandakanya Okungenabunyani: Ukusebenzisa inethiwekhi eqhagamshelweyo yeeasethi ezingekho mthethweni ekuthiwa zezikaMeta kuhanjiswa intaphane yokuqhubana ngeendlela eziyilelwe ukuba zibonakale zisemthethweni, ukuze kuqhathwe uMeta neeuser zakhe ngokuduma kwekhontenti.
- Iindlela Zokuqhatha Ezifana Kakhulu Nezi: Amanye amalinge afana kakhulu nekubangwa okanye enziwa ngokwenene ngeenethiwekhi ezibonakala zinobugocigoci, eziqhagamshelweyo zeeasethi ezingekho mthethweni ekuthiwa zezikaMeta ukuze kuqhathwe uMeta okanye iiuser zakhe malunga nemvelaphi, ukuduma okanye injongo yekhontenti.
Kule Migangatho Yoluntu ilandelayo, sidinga inkcazelo eyongezelelekileyo kunye/okanye ingcombolo ethile ukuze sikwazi ukunyanzelisa ipolisi:
Asiyivumeli:
- Iientity ziqhubane, okanye zibange ukuba ziqhubana ngeNdlela Yokuziphatha Engafanelekanga Echuliweyo, echazwa njengeentlobo ezinobugocigoci obukhethekileyo apho iiakhawunti ezingekho mthethweni zingundoqo kwindlela yokusebenza kunye nabo bazisebenzisayo:
- Basebenzise iinkqubo zezomthetho ukuze zingaqondakali okanye zibonakale zisemthethweni; baze
- Kusetyenziswe amacebo ezomthetho kunye nangekho mthethweni ukuze kufikelelwe kwiqhinga elivelela zonke iinkalo; kunye
- Nokufuna ngokuyintloko ukulawula iingxoxo zikawonkewonke.
- Amaziko aqhubane, okanye afake ibano lokuqhubana Ngokungena Kwizinto Zamanye Amazwe, okuchazwe njengeNdlela Yokuziphatha Engekho Mthethweni Echuliweyo apho abalawuli beenethiwekhi bengekho kwilizwe lifanayo nabantu abangababukeli abaziithagethi zokwenziwa komsebenzi othile.
- Amaziko aqhubane, okanye afake ibango lokuqhubana Ngokungenelela Kuburhulumente, okuchazwa ngokuthi Yindlela Yokuziphatha Engekho Mthethweni Echuliweyo apho loo msebenzi kungabhekiselwa kuwo kumntu waseburhulumenteni
- Oorhulumente abaye bawabhloka ngokuqhubekayo amajelo okuncokola ukuze basebenzise amasebe, iiarhente, nezindlu zozakuzo zabo zaseburhulumenteni ukuze bathintele ukusebenzisa izigalo okanye iziganeko ezinobundlobongela kwimeko yokuhlaselwa komhlaba welinye ilizwe kunyhashwa Isolotya 2(4) letshatha yeUN.
18 Julayi 2024
Izizathu Zepolisi
Ngokuvisisana nokuzibophelela kwethu kubunyani, asibavumeli abantu bazenze into abangeyiyo kuFacebook, basebenzise iiakhawunti zobuxoki, babhuste ukuduma kwekhontenti ngokungeyonyani okanye baziphathe ngendlela eza kwenza bophule eminye imithetho ekwimigangatho yoluntu lwethu. Indlela Yokuziphatha Engenabunyani ibhekisa kwiintlobo ngeentlobo zokukhohlisa ezintsokothileyo, ezenziwa yinetweki yeeasethi elawulwa ngumntu okanye ngabantu, abanenjongo yokuqhatha uMeta okanye uluntu lwethu okanye ukuphepha ukunyanzeliswa kwemithetho ephantsi Kwemigangatho Yoluntu.
Xa iintshaba ezisongelayo zisebenzisa iiakhawunti zobuxoki ukuze babandakanye kwiezenzo ezingenabunyani ukuze baphembelele iingxo zikawonkewonke - babandakanyeka kwinto esiye sayichaza njengeNdlela Engafanelekanga Ezichuliweyo - okanye imizamo echuliweyo yokuphazamisa iingxoxo zabantu kuba beneenjongo abazicebileyo, apho kuye kube neeakhawunti zobuxoki ezininzi kwezi zinto bazenzayo. Ezi zenzo zinyhashayo zifumana intsabelo eqatha nelungiselelwe loo mntu, ngokuhambisana nezenzo zakhe ezivakalayo nezintsonkothileyo. Nanini na kunokwenzeka, sishera izinto esizifumanisileyo ngenetwekhi zeZenzo Ezihleliweyo Zokuqhatha kwiiNgxelo Zezisongelo Zeentshaba Zekota, ezifumaneka apha. Ezi ngxelo azenzelwanga kugubungela lonke unyanzeliso phantsi kwepolisi yeNdlela Yokuziphatha Engenabunyani, kodwa inceda ekwaziseni uluntu lwethu ngezisongelo ezihlala zitshintshatshintsha esijongana nazo kulo msebenzi.
Nangona Indlela Yokuziphatha Engafanelekanga isoloko idityaniswa nekhontenti yezentlalo okanye yezopolitiko, kwaye nathi sizibophelele ukuthintela Indlela Yokuziphatha Engafanelekanga kumongo wezonyulo - la manyathelo okunyanzelisa ipolisi nemigangatho zisebenza ngaphandle kokwamkela izimvo zekhontenti, ezopolitiko okanye ezinye.Le polisi ijoliswe ekukhuseleni ubunyani bengxoxo nokuxubusha unikezelo lweenkonzo zethuthe,ukhuseleko lweeakhawunti zeuser nonikezelo lweenkonzo lwethu, kuze kuvuleke ithuba lokuba abantu bakwazi ukuthembana bathembe noluntu abaphilisana nalo.
Ungazenzi ezi zinto:
- Ukusebenzisa iiakhawunti zikaFacebook eziliqela okanye ukushera iiakhawunti nabantu abaliqela
- Ukusebenzisa kakubi iinkqubo zokuxela zikaFacebook okanye zikaInstagram ukuze uhluphe abanye abantu
- Ukufihla injongo yekhasi ngokuqhatha abantu ngokuba ngubani umnini walo okanye olawula elo khasi
- Ukubandakanyeka okanye ukufaka ibango lokuba ubandakanyeke kwizenzo zobuqhetseba, ezichazwa njengokusebenzisa iiasethi (iiakhawunti, amakhasi, amaqela, okanye iziganeko) zikaFacebook okanye zikaInstagram, ukuze ukhohlise abantu okanye uFacebook:
- Ngento yokuba ungubani, injongo yakho, okanye imvelaphi yombutho owumelayo.
- Ngokuthandwa kwekhontenti okanye kweeasethi zikaFacebook okanye zikaInstagram.
- Ngenjongo yabantu ababona ikhontenti yakho okanye yoluntu.
- Ngomthombo okanye ngemvelaphi yekhontenti.
- Ngokudoja ukunyanzeliswa kwemigangatho yoluntu yethu.
- Ukuzibandakanya kwiindlela zokuqhatha ezinzulu kusetyenziswa iiAssethi ZikaMeta, kuquka:
- Ukusasaza Ngokungekho Mthethweni: Usebenzisa inetwekhi yeeasethi zikaMeta ezingekho mthethweni kuba ufuna ukwandisa ukusasazwa kwekhontenti, usenzela ukulahlekisa uMeta okanye iiuser zakhe malunga nokuduma kwekhontenti leyo.
- Ukuzakhela Ababukeli Ngendlela Engenabunyani: Ukusebenzisa iiasethi zikaMeta ukwandisa indlela yabantu ababona izinto zakho okanye ukulandelwa kweeasethi zetwekhi.
- Indlela Yokuziphatha Engenabunyani Yamanye Amazwe: Amaziko wamanye amazwe asebenzisa iiasethi ZikaMeta Ezingekho Mthethweni kuba zifuna ukusebenzisa ngobuxoki ilizwi lasekuhlaleni, ukwenzela ukulahlekisa ababukeli ngokuphathelele isazisi, injongo okanye imvelaphi yombutho abawumelayo.
- Ukuzibandakanya Okungenabunyani: Ukusebenzisa inetwekhi eqhagamshelweyo yeeasethi zikaMeta ezingezingekho mthethweni kuhanjiswa intaphane yokuqhubana ngeendlela eziyilelwe ukuba zibonakala zisemthethweni, ukuze kuqhathwe uMeta neeuser zakhe ngokuduma kwekhontenti.
- Iindlela Zokuqhatha Ezifana Kakhulu Nezi: Amanye amalinge afana kakhulu nekubangwa okanye enziwa ngokwenene ngeenetwekhi ezibonakala zinobugocigoci, eziqhagamshelwayo zeeasethi zikaMeta ezingekho mthethweni ukuze kuqhathwe uMeta okanye iiuser zakhe ngemvelaphi, ukuduma okanye injongo yekhontenti.
Kule Migangatho Yoluntu ilandelayo, sidinga inkcazelo eyongezelelekileyo kunye/okanye ingcombolo ethile ukuze sikwazi ukunyanzelisa ipolisi:
Asikuvumeli oku:
AsiyivumeliImibutho ebandakanyeka, okanye ethi ibandakanyeka Kwizenzo Ezicetyiweyo Zobuqhetseba, ezichazwa njengeentlobo ezinobugocigoci obuthile zeNdlela Yokuziphatha apho iiakhawunti ezingekho mthethweni zingundoqo kumsebenzi owenziwayo nezinye iiopareyitha:ukusebenzisa iiasethi zikaFacebook okanye zikaInstagram, ukusebenza kwiikonsethi zokuzibandakanya kwiNdlela Yokuziphatha Engekho Mthethweni (njengokuba kuchazwe ngasentla), apho kusetyenziswa iiakhawunti zobuxoki kuyiyona nto kumsebenzi owenzayo- Kusetyenziswe iinkqubo zezomthetho ukuze zingaqondakali okanye zibonakale zisemthethweni; kunye
- Kusetyenziswe amacebo ezomthetho kunye nangekho mthethweni ukuze kufikelelwe kwiqhinga elivelela zonke iinkalo; kunye
- Ukufuna ngokuyintloko ukulawula iingxoxo zikawonkewonke
Asiyivumeli imibutho ebandakanyeka okanye ethi ibandakanyeka kungenele lwamanye amazwe okanye kurhulumente, nto leyo eyiNdlela Yokuziphatha Engafanelekanga Echuliweyo eqhutywa egameni lomdlali welinye ilizwe okanye urhulumente.- Amaziko azibandakanya, okanye athi abandakanyekeKungenelelo Lwezinto Zamanye Amazwe, nto leyo echazwa njengeNdlela Yokuziphatha Engekho Mthethweni Echuliwe apho abalawuli beneenetwekhi bengekho kwilizwe elifanayo nabantu abangababukeli abaziithagethi zokwenziwa komsebenzi othile.
- Imibutho ezibandakanya, okanye ethi izibandakanye Kungenelelo Lukarhulumente, oluchazwa ngokuthi Yindlela Yokuziphatha Engekho Mthethweni Echuliweyo apho loo msebenzi kungabhekiselwa kuwo kumntu waseburhulumenteni.
AsibavumeliOorhulumente abaye bawabhloka ngokuqhubekayo amajelo okuncokola ukuze basebenzise amasebe, iiarhente, nezindlu zozakuzo zabo zaseburhulumenteni ukuze ukuze kuthintelwe ukusebenzisa izigalo okanye iziganeko ezinobundlobongela kwimeko yokuhlaselwa komhlaba welinye ilizwe kunyhashwa Isolotya 2(4) letshatha yeUN.
Sinikeze ngeenkcukacha ezongezelelekileyo kunye nokuchaza ekuhleni malunga neentlobo eziqhelekileyo zamacebo Endlela Yokuziphatha esisoloko sisibeka imithetho eyalela ukophulwa kwezi polisi. Siye sayisplitha imbono imbono yongenelelo kurhulumente welinye ilizwe yaba ngamacandelo akwiikhomponenti. Ungenelelo Kwelinye Ilizwe Nakurhulumente. Sinikeza iinkcukacha ezongezelelekileyo kwiSizathu Sepolisi esicacisa ngokweenkcukacha indlela esicinga ngayo malunga neNendlela Yokuziphatha Engekho Mthethweni ngokunzulu, kunye nokulinka Ingxelo Yezisongelo Zeentshaba, ukongezelela kwezinye izinto ekusetyenzwa ngazo.
25 uApr 2022
Izizathu Zepolisi
Ngokuvisisana nokuzibophelela kwethu kubunyani, asibavumeli abantu bazenze into abangeyiyo kwiinkonzo zethu, basebenzise iiakhawunti zobuxoki, babhuste ukuduma kwekhontenti ngokungeyonyani okanye baziphathe ngendlela eza kwenza bophule Imigangatho Yoluntu yethu. Indlela Yokuziphatha Engenabunyani ibhekisa kwiintlobo ngeentlobo zokukhohlisa ezintsokothileyo, ezenziwa yinetwekhi yeeasethi engenabunyani elawulwa ngumntu okanye ngabantu abanye, enenjongo yokukhohlisa uMeta okanye uluntu lwethu okanye yokudoja ukunyanzeliswa kweMigangatho Yoluntu.
Xa iintshaba ezisongelayo zisebenzisa iiakhawunti zobuxoki ukuze babandakanyeke kwizenzo ezingenabunyani ukuze baphembelele iingxoxo zikawonkewonke - zibandakanyeka koko sikuchaza ngokuthi ziZenzo Ezihleliweyo Zokuqhatha - okanye imizamo ehleliweyo yokulawula ingxoxo kawonkewonke ngenjongo ethile ecetyiweyo, apho ngokuyintloko kusetyenziswa iiakhawunti zobuxoki. Ezi zenzo zinyhashayo zifumana intsabelo eqatha nelungiselelwe loo mntu, ngokuhambisana nezenzo zakhe ezivakalayo nezintsonkothileyo. Nanini na kunokwenzeka, sishera izinto esizifumanisileyo ngenetwekhi zeZenzo Ezihleliweyo Zokuqhatha kwiiNgxelo Zezisongelo Zeentshaba Zekota, ezifumaneka apha. Ezi ngxelo azenzelwanga kugubungela lonke unyanzeliso phantsi kwepolisi yeNdlela Yokuziphatha Engenabunyani, kodwa inceda ekwaziseni uluntu lwethu ngezisongelo ezihlala zitshintshatshintsha esijongana nazo kulo msebenzi.
Ngoxa Indlela Yokuziphatha Engenabunyani idla ngokunxulunyaniswa nekhontenti yamalungelo oluntu okanye eyepolitiki, kwaye sizibophelele ekuthinteleni Indlela Yokuziphatha Engenabunyani kwimeko yonyulo - ezi zenzo zonyanzeliso lwepolisi nemigangatho kungakhathaliseki ukuba ithini ikhontenti, yeyepolitiki okanye akunjalo. Le polisi yenzelwe ukukhusela ubunyani bempikiswano neengxoxo ezikwiinkonzo zethu, nokuyila indawo apho abantu bengabathemba abanye noluntu abaqhubana nalo.
Ungazenzi ezi zinto:
- Ukusebenzisa iiakhawunti zikaFacebook eziliqela okanye ukushera iiakhawunti nabantu abaliqela
- Ukusebenzisa kakubi iinkqubo zokuxela zikaFacebook okanye zikaInstagram ukuze uhluphe abanye abantu
- Ukufihla injongo yekhasi ngokuqhatha abantu ngokuba ngubani umnini walo okanye olawula elo khasi
- Ukubandakanyeka okanye ukufaka ibango lokuba ubandakanyeke kwizenzo zobuqhetseba, ezichazwa njengokusebenzisa iiasethi (iiakhawunti, amakhasi, amaqela, okanye iziganeko) zikaFacebook okanye zikaInstagram, ukuze ukhohlise abantu okanye uFacebook:
- Ngento yokuba ungubani, injongo yakho, okanye imvelaphi yombutho owumelayo.
- Ngokuthandwa kwekhontenti okanye kweeasethi zikaFacebook okanye zikaInstagram.
- Ngenjongo yabantu ababona ikhontenti yakho okanye yoluntu.
- Ngomthombo okanye ngemvelaphi yekhontenti.
- Ngokudoja ukunyanzeliswa kwemigangatho yoluntu yethu.
Kule Migangatho Yoluntu ilandelayo, sifuna inkcazelo eyongezelelekilyo kunye/okanye ukuqonda imeko ukuze sinyanzelise:
- Asiyivumeli imibutho ezibandakanya, okanye ethi ibandakanyeka Indlela Yokuziphatha Engafanelekanga Echuliweyo, ezichazwa njengokusebenzisa iiasethi eziliqela zikaFacebook okanye uInstagram, ukusebenza kwikonsethi ezibandakanya Indlela Yokuziphatha Engafanelekanga (njengokuba kuchazwe ngasentla), apho ukusetyenziswa kweeakhawunti zobuxoki kungundoqo
- Asiyivumeli imibutho ebandakanyeka, okanye ethi ibandkanayeka kungenelelo lwelinye ilizwe okanye kurhulumente, nto leyo Ezizenzo Ezingekho Mthethweni Ezichuliweyo eziqhutywa egameni lomdlali welinye ilizwe okanye urhulumente.
- Asibavumeli oorhulumente abaye bawabhloka ngokuqhubekayo amajelo okuncokola ukuze basebenzise amasebe, iiarhente, nezindlu zozakuzo zabo zaseburhulumenteni ukuze kuthintelwe ukusetyenziswa kwezigalo okanye iziganeko ezinobundlobongela kwimeko yokuhlaselwa komhlaba welinye ilizwe kunyhashwa Isolotya 2(4) letshatha yeUN.
17 Disemba 2020
Icandelo 22: Indlela Yokuziphatha Engafanelekanga:
Izizathu Zepolisi
Ngokuvisisana nokuzibophelela kwethu kubunyani, asibavumeli abantu bazenze into abangeyiyo kuFacebook, basebenzise iiakhawunti zobuxoki, babhuste ukuduma kwekhontenti ngokungeyonyani okanye baziphathe ngendlela eza kwenza bophule Imigangatho Yoluntu yethu. Le polisi yenzelwe ukukhusela unqabiseko lweeakhawunti zeeuser neenkonzo zethu, ize ivule ithuba apho abantu bengabathemba abanye noluntu abaphilisana nalo.
Ungazenzi ezi zinto:
- Ukusebenzisa iiakhawunti zikaFacebook eziliqela okanye ukushera iiakhawunti nabantu abaliqela
- Ukusebenzisa kakubi iinkqubo zokuxela zikaFacebook okanye zikaInstagram ukuze uhluphe abanye abantu
- Ukubandakanyeka okanye ukufaka ibango lokuba ubandakanyeke Kwindlela Yokuziphatha Engafanelekanga, echazwa njengokusebenzisa iiasethi (iiakhawunti, amakhasi, amaqela, okanye iziganeko) zikaFacebook okanye zikaInstagram, ukuze ulahlekise abantu okanye uFacebook:
- ngento yokuba ungubani, injongo yakho, okanye imvelaphi yombutho owumelayo
- ngokuthandwa kwekhontenti okanye kweeasethi zikaFacebook okanye zikaInstagram.
- ngenjongo yabantu ababona ikhontenti yakho okanye yoluntu
- ngomthombo okanye ngemvelaphi yekhontenti
- ngokudoja ukunyanzeliswa kweMigangatho Yoluntu yethu
- Ukubandakanyeka, okanye ethi ibandakanyeka Kwindlela Engafanelekanga Yokuziphatha, ezichazwa njengokusebenzisa iiasethi eziliqela zikaFacebook okanye zikaInstagram, ukusebenzisana ukuze kwenziwe izenzo zobuqhetseba (ezichazwe ngasentla), apho ukusetyenziswa kweeakhawunti zobuxoki kungundoqo
- Ukubandakanyeka okanye ethi ibandakanyeke Kwiziphazamiso Zamanye Amazwe okanye Zakwarhulumente, nto leyo eyiNdlela Yokuziphatha Engafanelekanga Echuliweyo eqhutywa egameni lomntu welinye ilizwe okanye urhulumente.
7 Novemba 2019
Icandelo 22: Indlela Yokuziphatha Engafanelekanga:
Izizathu Zepolisi
Ngokuvisisana nokuzibophelela kwethu kubunyani, asibavumeli abantu bazenze into abangeyiyo kuFacebook, basebenzise iiakhawunti zobuxoki, babhuste ukuduma kwekhontenti ngokungeyonyani okanye baziphathe ngendlela eza kwenza bophule Imigangatho Yoluntu yethu. Le polisi yenzelwe ukuyila indawo apho abantu banokuthemba abantu kunye noluntu abaphilisana nalo.
Ungazenzi ezi zinto:
- Ukusebenzisa iiakhawunti zikaFacebook eziliqela okanye ukushera iiakhawunti nabantu abaliqela
- Ukusebenzisa kakubi iinkqubo zokuxela zikaFacebook okanye zikaInstagram ukuze uhluphe abanye abantu
- Ukufihla injongo yeKhasi ngokuqhatha abantu ngokuba ngubani umnini walo okanye olawula elo Khasi
- Ukubandakanyeka okanye ukufaka ibango lokuba ubandakanyeke Kwindlela Yokuziphatha Engafanelekanga, echazwa njengokusebenzisa iiasethi (iiakhawunti, amakhasi, amaqela, okanye iziganeko) zikaFacebook okanye zikaInstagram, ukuze ulahlekise abantu okanye uFacebook:
- ngento yokuba ungubani, injongo yakho, okanye imvelaphi yombutho owumelayo
- ngokuthandwa kwekhontenti okanye kweeasethi zikaFacebook okanye zikaInstagram.
- ngenjongo yabantu ababona ikhontenti yakho okanye yoluntu
- ngomthombo okanye ngemvelaphi yekhontenti
- ngokudoja ukunyanzeliswa kweMigangatho Yoluntu yethu
- Ukubandakanyeka, okanye ethi ibandakanyeka Kwindlela Engafanelekanga Yokuziphatha, ezichazwa njengokusebenzisa iiasethi eziliqela zikaFacebook okanye zikaInstagram, ukusebenzisana ukuze kwenziwe izenzo zobuqhetseba (ezichazwe ngasentla), apho ukusetyenziswa kweeakhawunti zobuxoki kungundoqo
- Ukubandakanyeka okanye ethi ibandakanyeke Kwiziphazamiso Zamanye Amazwe okanye Zakwarhulumente, nto leyo eyiNdlela Yokuziphatha Engafanelekanga Echuliweyo eqhutywa egameni lomntu welinye ilizwe okanye urhulumente.
10 Oktobha 2019
Icandelo 22: Indlela Yokuziphatha Engafanelekanga (Intsha):
Kudala sineepolisi ezilwa nendlela yokuziphatha engafanelekanga, kodwa ngaphambili bezisoloko ziphantsi kwecandelo lokuMelwa kakubi kweMigangatho Yoluntu. Siye kutshanje sahlaziya le polisi ukuze siphucule ngakumbi isakhono sethu sokuthintela amaqhinga amatsha nabadlali abanezenzo ezibi saza sayikhupha le polisi phantsi kwendawo yokuMelwa Kakubi izinto saza savula icandelo elijongene neNdlela Yokuziphatha Engafanelekanga.
Izizathu Zepolisi
Ngokuvisisana nokuzibophelela kwethu kubunyani, asibavumeli abantu bazenze into abangeyiyo kuFacebook, basebenzise iiakhawunti zobuxoki, babhuste ukuduma kwekhontenti ngokungeyonyani okanye baziphathe ngendlela eza kwenza bophule Imigangatho Yoluntu yethu. Le polisi yenzelwe ukuyila indawo apho abantu banokuthemba abantu kunye noluntu abaphilisana nalo.
Ungazenzi ezi zinto:
- Ukusebenzisa iiakhawunti zikaFacebook eziliqela okanye ukushera iiakhawunti nabantu abaliqela
- Ukusebenzisa kakubi iinkqubo zokuxela zikaFacebook okanye zikaInstagram ukuze uhluphe abanye abantu
- Ukubandakanyeka okanye ukufaka ibango lokuba ubandakanyeke Kwindlela Yokuziphatha Engafanelekanga, echazwa njengokusebenzisa iiasethi (iiakhawunti, amakhasi, amaqela, okanye iziganeko) zikaFacebook okanye zikaInstagram, ukuze ulahlekise abantu okanye uFacebook:
- ngento yokuba ungubani, injongo yakho, okanye imvelaphi yombutho owumelayo
- ngokuthandwa kwekhontenti okanye kweeasethi zikaFacebook okanye zikaInstagram.
- ngenjongo yabantu ababona ikhontenti yakho okanye yoluntu
- ngomthombo okanye ngemvelaphi yekhontenti
- ngokudoja ukunyanzeliswa kweMigangatho Yoluntu yethu
- Ukubandakanyeka, okanye ethi ibandakanyeka Kwindlela Engafanelekanga Yokuziphatha, ezichazwa njengokusebenzisa iiasethi eziliqela zikaFacebook okanye zikaInstagram, ukusebenzisana ukuze kwenziwe izenzo zobuqhetseba (ezichazwe ngasentla), apho ukusetyenziswa kweeakhawunti zobuxoki kungundoqo
- Ukubandakanyeka okanye ethi ibandakanyeke Kwiziphazamiso Zamanye Amazwe okanye Zakwarhulumente, nto leyo eyiNdlela Yokuziphatha Engafanelekanga Echuliweyo eqhutywa egameni lomntu welinye ilizwe okanye urhulumente.
Okubonwa yiuser
Jonga eminye imizekelo ebonisa ukuba lunjani unyazeliso lweepolisi kubantu abakuFacebook, njengokuthi: kuba njani ukuxela into ocinga ukuba ayimele ibe kuFacebook, ukuxelelwa ukuba unyhashe Imigangatho Yoluntu yethu kunye nokubona isikrini esilumkisayo kwikhontenti ethile.
Phawula: Sisoloko siphucula, ngoko into oyibona apha isengaba seyibuphelelwa lixesha xa ithelekiswa nento esiyisebenzisayo ngoku sithethayo.
OKUBONWA YIUSER
Ukuxela
OKUBONWA YIUSER
Unxibelelwano lwasemva kokuba kuxeliwe
AMAVA EUSER
Amava okukhutshwa
AMAVA EUSER
Izikrini ezilumkisayo
Unyazeliso lweepolisi
Sineepolisi ezifanayo ehlabathini lonke, ukwenzela wonke ubani okuFacebook.
Amaqela ohlolo
Iqela lethu elisehlabathini lonke elinabahloli abangaphezu kwama15000 lisebenza yonke imihla ukugcina abantu abakuFacebook bekhuselekile.
Ukuthethana nababandakanyekayo
Iingcali zangaphandle, izifundiswa, iiNGO nabaqulunqi beepolisi bayanceda ukufaka igalelo kwiMigangatho Yoluntu kaFacebook.
Fumana uncedo ngendlela yokuziphatha enganabunyani
Funda oko unokukwenza ukuba ubona into kuFacebook engqubana neMigangatho Yoluntu yethu.
Ndwendwela Iziko Loncedo lethu