Ubuze Bomntu Omdala Nezenzo Zesondo

Iinkcukacha zepolisi

TSHINTSHA ILOGU
Izizathu Zepolisi
Sibeka izithintelo ekubonisweni kobuze okanye izenzo zesondo ngenxa yokuba kubantu abathile kuluntu lwethu lusenokuba luyahlasimlisa olu hlobo lwekhontenti, ingakumbi ngenxa yemvelaphi yenkcubeko okanye ubudala.
Siyaqonda ukuba ubuze bungasherwa ngezizathu ezingafaniyo, kuquka uhlobo lokuqhankqalaza, ukwazisa abantu ngomba othile, okanye ngezizathu zemfundo okanye zonyango. Xa kufanelekile kwaye loo njongo icacile, siyayivumela loo khontenti. Ngokomzekelo, ngoxa sibeka isithintelo kwimifanekiso ethile yamabele abantu ababhinqileyo equka iingono, siyayivumela eminye imifanekiso, kuquka xa izizenzo zoqhankqalazo, eyamabhinqa ancancisayo neefoto zeziva zasemva kotyando lokususa ibele (ngamanye amaxesha kubakho ileyibhuli elumkisayo ukuba loo mfanekiso ngowento enochuku). Kwakhona siyabuvumela ubugcisa bereal world obubonisa ubuze obunjengeefoto zemizobo, imifanekiso eqingqiweyo, njalo njalo (ngamanye amaxesha kubakho ileyibhuli yeskrini esilumkisayo nemiqathango yokuba ibonwe ngabakubudala obuthile kuphela). Ukongezelela koko, ngokuzenzekelayo siyayisusa imifanekiso edibene nesondo ukuze sithintele ukusherwa kwekhontenti ngaphandle kwemvume okanye eyabangaphantsi kweminyaka yobudala efunekayo.
Phantsi kwale polisi, sizazisusa iifoto neevidiyo zokoqobo zobuze okanye zezenzo zesondo, imifanekiso yobuze neyezenzo zesondo eveliswe ngeAI okanye ngekhompyutha, nemifanekiso yedijithali, kungakhathaliseki ukuba ibonakala "iphotorealistic" okanye akunjalo (njengaxa ibonakala ngathi ngumntu wokwenene). Njengoko kutshiwo ngasentla, siye sibuvulele umtyhi ngobunono ubugcisa bereal world nekhontenti ethile yezonyango, yemfundo, neyokwazisa abantu ngemiba, ibe ezi zinto zichazwe ngokweenkcukacha kule polisi.
Ikhontenti enokwenza nobuze bomntwana isingathwa kwiMigangatho Yoluntu yethu ephathelele Ukuxhatshazwa Kwabantwana Ngokwesondo, Ukuphatha Kakubi Nobuze.
Le khontenti ilandelayo asiyivumeli kuzo zonke iiuser:
Ubuze Babantu Abadala
  • Imizobo engathi ziifoto zokwenene/imifanekiso yedijithali yobuze babantu abadala, ukuba ibonisa:
    • Amalungu angasese abonakalayo (kuquka amalungu angasese asithwe zizinza okanye esithwe zizinto zokufihla zedijithali)
    • Ukubonakala kweanus kunye/okanye ukuboniswa ngokusondeleyo kweempundu
    • Iingono zebhinqa ezibonakalayo, ngaphandle kwaxa lincancisa, okanye iyimeko yokuqhankqalaza
  • Iividiyo ezibonakala zizekwenene/ zedijithali ezijoliswe phakathi kwemilenze, kumabele ebhinqa, okanye ezimpundu arekhodwe engazi loo mntu (abo bantu) ifotwe kuye
  • Phawula ukuba xa sibeke izithintelo ezithile, singakuvumela ukuboniswa kobuze obuthile babantu abadala kwezinye iimeko ezithile ezikhethekileyo, njengeemeko zonyango okanye zempilo. Le nto ishukuxwa ngokweenkcukacha kumacandelo angezantsi.
Izenzo Zesondo Zabantu Abadala
  • Imifanekiso ebonakala iyeyokwenene/ eyedijithali yezenzo zesondo zabantu abadala, kuquka:
    • Izenzo okanye ukuvuselelwa ngokwesondo okuboniswa ngokuphandle:
      • Ukulalana ngokuphandle okanye isondo elenziwa ngomlomo, elibonakala ngokungena komlomo okanye kwamalungu angasese omntu okanye adibane namalungu angasese okanye iimpundu zomnye umntu, okanye amalungu asese abekwe okanye afakwe kwithoyi yesondo, xa ubuncinane ilungu langasese okanye ianus yomnye ibonakala
      • Ukuvuselelwa ngokuphandle kwamalungu esondo okanye komphakathi weempundu, okubonakala njengokuvuselela amalungu angasese okanye umphakathi weempundu okanye ukufaka iithoyi zesondo, kumalungu esondo okanye kumphakathi weempundu, apho ukudibana kwazo nelungu lesondo okanye nomphakathi weempundu kubonakala ngokungqalileyo
    • Izenzo okanye ukuvuselelwa ngokwesondo okungaboniswa ngokuphandle:
      • Ukulalana okwenziwa ngokuphandle okanye isondo elenziwa ngomlomo, okuboniswa ngokuthi kungene okanye kukudibane umlomo womntu okanye amalungu esondo okanye ianus yomnye umntu, xa amalungu esondo okanye ianus okanye ukudibana kwazo zingabonakali ngokungqalileyo
      • Ukuvuselelwa okungaboniswa ngokuphandle kwamalungu esondo omntu okanye kweanus, njengokuba kuchazwe njengokuvuselela, okanye ukufaka iithoyi zesondo phezu okanye ukufaka iithoyi zesondo phakathi kumalungu esondo omntu okanye kwianus, okanye ukubekwa okanye ukufakwa kwamalungu esondo kwithoyi yesondo, xa ukuvuselelwa kwamalungu esondo okanye kweanus, ukufakwa, kunye/okanye ukungena kungabonakali ngokuthe ngqo
      • Ukusondela kwesenzo sesondo, okuboniswa ngendlela ekumiwe ngayo ukuba isandla, umlomo okanye amalunga esondo omntu sele eza kudibana namalungu esondo okanye neanus yomnye umntu.
    • Ezinye izenzo okanye ukuvuselelwa ngokwesondo:
      • Ukuvukelwa
      • Ubukho bezinto eziveliswe kukwenza izenzo zesondo
      • Iithoyi zesondo ezibekwe okanye ezifakwe emlonyeni
      • Ukuvuselelwa kweengono zomntu ezibonakalayo
      • Ukuskwiza amabele ebhinqa, okuchazwa njengokuwanqakula ngeminwe egobileyo kubonakale kokubini iimpawu nokutshintsha kokumila kwalo mabele. Siyakuvumela ukuskwizwa kwamabele kwimeko yokuncancisa.
    • Imizobo engathi ziifoto/imifanekiso yedijithali okanye ubugcisa bereal art obubonisa ifetish ebandakanya ezi zinto zilandelayo:
      • Izenzo ezinokuphumela ekufeni komntu okanye kwesilwanyana
      • Ukunqunyulwa kwamalungu omzimba
      • Ukutya inyama yomntu
      • Ilindle, umchamo, amathe, umkhunyu, ukuba sexesheni okanye ukuhlanza
      • Ukwabelana ngesondo nesilwanyana
      • Ukwabelana ngesondo nomntu ozalana naye
      • Izinto ezibizwa ngokuyi yiBDSM (ukubophelela nokuqeqesha, ukugagamela nokuzithoba, ukuyoliswa kukuvisa umntu ubuhlungu nokuyoliswa kukuzivisa ubuhlungu), kuphela xa zikho neempawu zesondo
  • Imifanekiso yokwenziwa kwesondo okuphandle okanye eminye okanye ukuvuselelwa xa kusherwa kwimeko yezonyango okanye yezempilo
  • Iodiyo etsalayo yezenzo zesondo
  • Phawula ukuba xa sibeke izithintelo ezithile, singakuvumela ukuboniswa kwezenzo zesondo kwiimeko ezithile ezikhethekileyo, njengeemeko zonyango okanye zempilo. Le nto ishukuxwa ngokweenkcukacha kumacandelo angezantsi.
Kule khontenti ilandelayo, ikhontenti siyenza ibonwe ziiuser ezingaphezu kweminyaka eli18 nangaphezulu kuphela kwaye ikhatshwa yileyibhuli ukuze abantu bazi ukuba kungenzeka loo khontenti ibe nochuku:
  • Imifanekiso yedijithali neyereal world yezenzo zesondo eziphandle okanye ukuvuselelwa xa zisherwa kwimeko yezonyango okanye yezempilo
  • Imifanekiso ephotorealistic/ yedijithali neyereal world yezenzo zesondo ezingekho phandle okanye yezinye izenzo zesondo okanye yokuvuselelwa xa isherwa kwimeko yezonyango okanye yezempilo
  • Imifanekiso ebonakala iyeyokwenene/yedijithali kunye nobugcisa bereal-world bamalungu esondo abonakalayo, umphakathi weempundu obonakalayo ukufotwa ngokusondelelyo kweempundu ezibonakalayo okanye iingono zebhinqa ezibonakalayo kuqinisekiso lobuni bomntu othile kutyando
  • Ubugcisa bereal world bamalungu angasese abonakalayo (kuquka amalungu angasese agqunywe zizinto zokufihla zedijithali okanye amalungu angasese agqunywe zizinza zodwa), iianus ezibonakalayo, ukuboniswa ngokusondeleyo kweempundu okanye ukubonakala kweengono zamabhinqa, xa loo mfanekiso ujolise kobo buze hayi kwinto enokwenza nonyango okanye impilo
  • Imifanekiso ebonakala ingumfanekiso wokwenene/ yedijithali yamalungu esondo abonakalayo (kuquka amalungu angasese agqunywe ngezinto zokufihla zedijithali namalungu esondo agqunywe zizinza), ukuboniswa ngokusondeleyo kweempundu, ukubonakala kweeanus okanye ukubonakala kweengono, xa zisherwa kwimeko yendlala, ukutshatyalaliswa kohlanga, izenzo zolwaphulomthetho lwemfazwe, okanye izenzo zolwaphulomthetho nxamnye noluntu
Kule khontenti ilandelayo, sivumela abantu abadala kuphela ukuba bayibone, abaneminyaka eli18 ubudala nangaphezulu:
  • Imifanekiso ebonakala iyeyokwenene/ yedijithali ebonisa into ephantse ibe bubuze njengobuze obugqunywe sisigqubuthelo sedijithali kuphela okanye yinto okwaziyo ukubona ngaphaya kwayo neemeko ezithile zobuze obugqunywe yimpahla okwaziyo ukubona ngaphantsi kwayo
  • Imifanekiso ebonakala iyeyokwenene/yedijithali ebonisa abantu apho kuloo mfanekiso kujoliswe phakathi kwemilenze, kwiiimpundu okanye kwibele (kumabele)
  • Imifanekiso ebonakala iyeyokwenene/ yedijithali nobugcisa bereal world yezenzo zesondo okanye yokuvuselelwa okuboniswa ngokuphandle, ngokungekho phandle okanye xa iziisheyipu zemizimba nemigca kuphela ebonakalayo
  • Ireal-world art, apho
    • Imifanekiso ibonisa ukwenziwa kwesondo okungabonakali ngokuphandle, okubonakala ngokuphandle, okanye ezinye izenzo zesondo ngaphandle kwaxa zipowustwe kwimeko yonyango okanye yempilo
    • Imifanekiso ebonisa umntu owenza isondo nesilwanyana, ngaphandle kokuba isherwa ngumntu ongathathi cala okanye oyigwebayo loo nto kwaye abantu nezilwanyana eziboniswayo ayingobantu bokwenene.
  • Imizobo yasentsomini eyaziwayo ephotorealistic ebonisa izenzo zesondo ezingabonakali ngokuphandle okanye ezibonakala ngokuphandle okanye ukuvuselela
  • Imifanekiso ebonakala iyeyokwenene/yedijithali nobugcisa bereal world obubonisa:
    • Izenzo ezidibene nesondo ezifana nokuphuzana kubonakala ulwimi nokujayiva ngendlela egudle isondo
    • Abantu abenza ngathi babelana ngesondo
    • Izimbo zomzimba ezibonisa amalungu angasese, ukuphulula amalungu angasese, ukwenza isondo ngomlombo, okanye ukulalana
    • Iilogo, izikrinishoti okanye iiklipu zevidiyo zeewebhusayithi zephonografi ezaziwayo
  • Ikhontenti eneodiyo yezenzo zesondo
Kule khontenti ilandelayo, siquka ileyibhuli ukuze abantu bazi ukuba loo khontenti kusengenzeka ibe nochuku:
  • Imizobo engathi ziifoto/ imifanekiso yedijithali nobugcisa bereal world obubonisa:
    • Ukubonakala kwamalungu angasese (kuquka amalungu angasese agqunywe zizinto zokufihla zedijithali namalungu angasese agqunywe zizinza), ukuboniswa ngokusondeleyo kweempundu, okanye ukubonakala kweeanus, xa kusherwa kwimeko yonyango okanye yempilo. Oku kusenokuquka, ngokomzekelo:
      • Ukubeleka nasemva kokubeleka
      • Ukuzixilonga umhlaza okanye esinye isifo
  • Ukubonakala kweengono zamabhinqa, xa kusherwa kwimeko yonyango okanye yempilo (kuquka utyando lokususa ibele okanye iitattoo zabantu abasinde kumhlaza)
Kule Migangatho Yoluntu ilandelayo, sidinga inkcazelo eyongezelelekileyo kunye/okanye ingcombolo ethile ukuze sikwazi ukunyanzelisa ipolisi ethi:
  • Kwiimeko ezithile, siza kuyivumela ikhontenti kubantu abakubudala beminyaka eli18 nangaphezulu kwaye sifake ileyibhuli ngokuqhelekileyo ebiya kuyinyhasha Imigangatho Yoluntu xa kuye kwacaca ukuba ikhontenti yayo yenzelwe ukuqhula. Ikhontenti iya kuvunyelwa kuphela ukuba izinto ezinyhashayo kuyo ziyaqhula okanye zayanyaniswa nento okanye nomnye umntu ukuze kuhlekiswe ngaye okanye ukugxekwa.
Okubonwa yiuser
Jonga eminye imizekelo ebonisa ukuba lunjani unyazeliso lweepolisi kubantu abakuFacebook, njengokuthi: kuba njani ukuxela into ocinga ukuba ayimele ibe kuFacebook, ukuxelelwa ukuba unyhashe Imigangatho Yoluntu yethu kunye nokubona isikrini esilumkisayo kwikhontenti ethile.
Phawula: Sisoloko siphucula, ngoko into oyibona apha isengaba seyibuphelelwa lixesha xa ithelekiswa nento esiyisebenzisayo ngoku sithethayo.
OKUBONWA YIUSER
Ukuxela
OKUBONWA YIUSER
Unxibelelwano lwasemva kokuba kuxeliwe
AMAVA EUSER
Amava okukhutshwa
AMAVA EUSER
Izikrini ezilumkisayo
Inkcazelo
Jonga Ingxelo Yonyanzeliso LweMigangatho Yoluntu yakutshanje
Unyazeliso lweepolisi
Sineepolisi ezifanayo ehlabathini lonke, ukwenzela wonke ubani okuFacebook.
Amaqela ohlolo
Iqela lethu elisehlabathini lonke elinabahloli abangaphezu kwama15000 lisebenza yonke imihla ukugcina abantu abakuFacebook bekhuselekile.
Ukuthethana nababandakanyekayo
Iingcali zangaphandle, izifundiswa, iiNGO nabaqulunqi beepolisi bayanceda ukufaka igalelo kwiMigangatho Yoluntu kaFacebook.
Fumana uncedo ngobuze bomntu omdala nezenzo zesondo
Funda oko unokukwenza ukuba ubona into kuFacebook engqubana neMigangatho Yoluntu.
Ndwendwela iziko loncedo lethu