Ukhuseleko Olongezelelekileyo Lwabantwana Abasephantsi Kwabazali

Iinkcukacha zepolisi

TSHINTSHA ILOGU
Siyasebenzisana:
  • Nezicelo zokususwa kweakhawunti yomntu ongaphantsi kweminyaka yobudala efunekayo.
  • Izicelo zikarhulumente zokushenxiswa kwemifanekiso yokuxhatshazwa komntwana okungenanto yokwenza nesondo.
  • Izicelo ezivela kumgcini osemthethweni zokuba kususwe iintlaselo kubantwana abaye bazindumasi kungengakuthandwa kwabo.
Kule Migangatho Yoluntu ilandelayo, sidinga inkcazelo eyongezelelekileyo kunye/okanye ingcombolo ethile ukuze sikwazi ukunyanzelisa ipolisi ethi:
Singayisusa ikhontenti eyilelwe injongo yokuchaza umntwana omncinane ongadumanga ukuba kungakho umngcipheko kukhuseleko lwaloo mntwana xa oko kucelwa yiuser, ngurhulumente, abonyanzeliso lomthetho okanye iingcali zokhuseleko lwabantwana.
Okubonwa yiuser
Jonga eminye imizekelo ebonisa ukuba lunjani unyazeliso lweepolisi kubantu abakuFacebook, njengokuthi: kuba njani ukuxela into ocinga ukuba ayimele ibe kuFacebook, ukuxelelwa ukuba unyhashe Imigangatho Yoluntu yethu kunye nokubona isikrini esilumkisayo kwikhontenti ethile.
Phawula: Sisoloko siphucula, ngoko into oyibona apha isengaba seyibuphelelwa lixesha xa ithelekiswa nento esiyisebenzisayo ngoku sithethayo.
OKUBONWA YIUSER
Ukuxela
OKUBONWA YIUSER
Unxibelelwano lwasemva kokuba kuxeliwe
AMAVA EUSER
Amava okukhutshwa
AMAVA EUSER
Izikrini ezilumkisayo
Unyazeliso lweepolisi
Sineepolisi ezifanayo ehlabathini lonke, ukwenzela wonke ubani okuFacebook.
Amaqela ohlolo
Iqela lethu elisehlabathini lonke elinabahloli abangaphezu kwama15000 lisebenza yonke imihla ukugcina abantu abakuFacebook bekhuselekile.
Ukuthethana nababandakanyekayo
Iingcali zangaphandle, izifundiswa, iiNGO nabaqulunqi beepolisi bayanceda ukufaka igalelo kwiMigangatho Yoluntu kaFacebook.
Fumana uncedo ngokhuseleko olongezelelekileyo lwabantwana abasephantsi kwabazali
Funda oko unokukwenza ukuba ubona into kuFacebook engqubana neMigangatho Yoluntu.
Ndwendwela iziko loncedo lethu